Intetha ka Mandela yoKuqala kwi United Nations eNew York
Intetha ka Nelson Mandela yokuqala, nombutho weZizwe eZimanyeneyo (United Nations) eNew York.
Ngomhla we 22 ku June ngo 1990, emveni kwenyanga ephumile eluvalelweni echithe iminyaka engamashumi anesibhozo entolongweni,uNelson Mandela njenge Nkokheli ye African National Congress (ANC) wathetha kwi nginginya yabantu kwi United Nations eNew York. Kwintetha yakhe wathi: Iyakuhlala isisiphako esingasukiyo kwimvelaphi yoluntu okokuba ingcinezelo yenzeka. Iyakuhlala isisityholo nomcela mgeni kumadoda onke nabafazi kwisazela okokuba yathatha ixesha phambi koba sonke sime ngenyawo ukuthi, kwanele, kwanele.’
“Inkqubela ebonakalayo ihlala iyinto enokwenzeka ukuba thina sizama ukuhlela yonke inkcukacha yobomi bethu nezenzo zethu.” ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more