Ama Venda

© Dr Peter Magubane

Uluntu lwama Venda lunengcambu ezohlukileyo. Ama Venda amaninzi azibona njengabantu abagcina amasiko, kodwa inkucubeko namasiko abo ohlukile kwaye iyalandeleka.

Mandulo, babelawula indawo enkulu eMantla oMzantsi Afrika. Namhlanje, ngenxa yokuthathwa komhlaba ngama ngabo basuka phesheya mhlophe ekupheleni kwe 19th century nasekuqaleni kwama 20th century, imithetho yorhulumente wobandlulo ukususela ngeminyaka yama 1960, phakathi eMantla – Mpuma, ikakhulu ingqunge Louis Trichardt nase Sibasa kwi Northern Province.

Amaqela ayafumaneka ku Mazantsi-Mpuma eZimbabwe. Iintetha ezicingelwayo zithe zasetyenziswa ukucacisa imvelaphi yama Venda, kodwa ubungqina butsha nje bubonakalise okokuba baliqela elingumxube wamanye amaqela.

Translated by Zikhona Plaatjie

Umculo Nomdaniso kwi Nkcubeko yama Venda

Umculo no mdaniso zibalulekile kubomi bama Venda, kuculwa kudaniswe kwimitshato nakwimi ngcwabo, kwimisebenzi yesintu kunye nakwimisebenzi y...more

Imibutho yezo Politiko yama Venda

Eyona incinci yindlu (mudi), usapho okanye iqela lweentsapho ezizalanayo, apho bahlala bonke kwingqokelela yezindlu ezingo ngquphantsi....more

Iimvelaphi Ezohlukileyo zama Venda

Ngenkulungwane yesine, iphondo lase Northern Province yalemihla yayihlala ama Khoisan nabantu ababephila ngokuphatha izixhobo (Early Iron A...more

Indawo yabafazi kwi Nkcubeko yama Venda

Ngokwe nkcubeko nesintu abafazi bama Venda babengenayo indawo esezantsi ejongelwa phantsi kumaqela amaninzi alapha eMazantsi we Afrika....more

Ulwaluko lwama Venda

Uphuhliso loluntu lwalubonakala njenge zigaba namanqanaba, ukhula kunye nomtshato zibonakalisa amanqanaba obomi abalulekileyo....more