uNelson Mandela no Hugh Masekela nezinye iimvumi zase Mzantsi Afrika

© Dr Peter Magubane
uHugh Masekela, Letta Mbula, Caiphas Semenya, Nelson Mandela, Queeneth Ndaba, Julian Bahula, Jonas Gwangwa, Dollar Brand (Abdullah Ibrahim)
Ngexesha leminyaka yocalucalulo, imvumi ezininzi ze bala bashicilela umculo ochasene nengcinezelo ukuvelana nombutho olwela inkululeko. Iimvumi ezifana (ukususela ngase khohlo) Hugh Masekela, Letta Mbula, Caiphas Semenya, Julian Bahula, no Jonas Gwanwa, Queeneth Ndaba, bonke babe zimvumi ezaziwayo ngexesha lokuphuma kuka Mandela entolongweni.
uHugh Masekela owangumqambi wengoma kunye nokhalisa ixilongo lomculo wayezimisele kumlo ochasene nengcinezelo wabonisa okoku ukuba litshantliziyo nomculi zingahamba zonke. Waqamba ingoma ethi ‘Mandela (Mbuyiseleni ekhaya)’ baye bangaba bahlobo abasenyongweni noMadiba emveni kokuba ephumile eluvalelweni. Kulomboniso, uMandela uyahleka onwabile nemvumi zalapha eMzantsi Afrika ezazilwela inkululeko kwaye bade bangamaqhawe eMzantsi Afrika.

“Amadoda na manina, kwihlabathi lonke liphela, kwiminyaka yonke edlulileyo, ayafika ahambe. Mambi awashiyi nto ngasemva. Nkqu nama gama abo." ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more