uMadiba ufumana iindwendwe Kwi khaya lakhe e-Orlando West

© Dr Peter Magubane
uMadiba ufumana indwendwe kwi khaya lakhe e Orlando West.
uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iVilakazi, yona leyo yajikwa yenziwa iziko le mbali.
“Ngoba busuku ndabuya no Winnie kwa numba 8115 e-Orlando West. Ndayiqonda ngoko entliziyweni yam okokuba ndiphumile entolongweni. Kum kwa numba 8115 yayiyindawo ebalulekileyo ebomini bam, indawo ebekwe u”X” engqondweni yam. ‘Wahlala khona nenkosikazi yakhe yokuqala uEvelyn Ntokozo Mase, emveni kokuba beqhawule umtshato, uWinnie wangena wayokuhlala ngo 1958.
‘Yayi ngengomzi ukhazimlayo, kodwa yayi likhaya lam lokuqala, kwaye ndandizingca. Indoda ayondoda ingekabinawo umzi wayo.’
Emveni kwentsuku ezilishumi nanye ezichithe eSoweto nosapho nabahlobo ababe mamnkele, ze wayokuhlala kwi ndlu yakhe no Winnie eHoughton, eGoli.

"Maninzi amadoda namanina akwi zikhundla ezingathangani kodwa abenza inkxaxhepha enkulu ekuphuculeni uluntu.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more