uMadiba ubulisa abalandeli eSoweto

© Dr Peter Magubane
uMadiba ubulisa abalandeli eSoweto
Emveni koku phuma entolongweni ngo 1990, uNelson Mandela wabuyela kwi khaya lakhe eSoweto. iSoweto yilokishi eRhawutini, eMzantsi Afrika, endaweni ye maini eMzantsi Afrika. Igama laye linesi shunqulelo segama se South Western TOwnships. uNelson Mandela wahamba wazohlala ngo 1946 nonkosikazi wakhe wokuqala, Evelyn Ntoko Mase. Xa beqhawula umtshato ngo 1957, wahlala no nkosikazi wakhe wesibini uWinnie Madikizela ngo 1958. Wachitha ixesha elincinci njenge ndawo yakhe kumzabalazo ngo 1961. Wahlala ebaleka de wabanjwa ngo 1962.
Uku khululwa kwakhe entolongweni ngo 1990, uNelson Mandela wabuyela kwi kwaya lakhe eSoweto intsuku eziyi 11 baya kwikhaya lakhe eHoughton indawo entle eGoli. Emveni kokuba ephumile, wachitha ixesha nabahlali base Soweto, bekhumbula yena nosapho lwakhe ngoku wayehlala pha. Omnye wabantu emveni komhlangano, wathi ku Mandela “Kwakufana nokubona izulu ngamehlo wam. Yayiliphupha elizalisekayo. Ndachukumisa isandla sakhe, andasihlamba iveki ezimbini. Kwakunga vumi ndisihlambe.”

“Ukoyisa indlala ayikokubonisa inceba, sisenzo sento ekufanele iyenziwa.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more