uNelson Mandela Ubulisa Abantu kwindibano ye South African Communist Party
uMandela ubulisa inginginya yabantu kwindibano yombutho wama komanisi I African Communist Party.
iSouth African Communist Party yayingu mbutho waphantsi komhlaba wezopolitiko ngexesha leminyaka yengcinezelo. Umbutho wa bhenishwa ngo 1950 wagqiba ukuzidibanisa ne African National Congress (ANC) eyenza ubudlelwano phakathi kwale mibutho ekhoyo nanamhlanje. Ngexesha lobhaco, amakomanisi anikeza i-ANC nentshaba neze mali. Iinkokheli ezifana no Nelson Mandela no Walter Sisulu, amakomanisi adibana ne ANC ukudala uMkhonto We Sizwe. iKomanisi uJoe Slovo wayephethe ku Mkhonto we Sizwe, ze wenza ubudlelwano no Mandela.
"Ukukhululeka ayikoku khulula amatyathange nje kuphela, kodwa kukuphila ngendlela apha ehlonipha nephucula inkululeko yabanye." ~ Nelson Mandela
uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...
moreuMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...
moreuMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...
moreuMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....
more