Ama-Ndebele

© Dr Peter Magubane

Ama-Ndebele anodumo ngokuba nesiphiwo esimangalisayo sezandla, kuhombisa amakhaya, kunye nendlela yokunxiba nokuhombisa enemibala egqamileyo enomahluko.

Ama-Ndebele ayefudula eyinxalenye yama Nguni awathi ahlala eMzantsi Afrika, kwicala laseMpuma Koloni, kodwa ke bazikhetha kwinkulungwane ezintathu ezadlulayo bafudukela kum-mandla ophakathi (central inland plateau). Ama Ndzundza Ndebele namhlanje aphila kwikhaya lakuqala lakwa Ndebele eMpumalanga nase Nebo (Northern Province).

Ukuphazamiseka ku Bomi bama Ndebele

Ngexesha lenkulungwane ye 20th century, kwenzeka utshintsho olukhulu kwezolimo labamhlophe, tshintsho olo lwenza amafama ama Ndebele arentay...more

Uhlulwa Ngokwe Sini Phakathi Kwama Ndebele

Kwiinkolelo eziqinisekisa okokuba amadoda ngawo alawulayo kunye nezenzo ezibonakalisa oko, kusabonakala kwindawo zokuhlala zama Ndebele....more

Imbali yama Ndebele

Imbali yama Ndebele iquka umphakathi wenkulungwane (19th century) apho ukuqhekeka kuka Kekana kwisizwe sama Ndebele kwathikwehlula isizwe...more

Ulwaluko lwama Ndebele kunye ne Zithethe

Ulwaluko lusenziwa ngama Ndebele, kwaye lwenziwa ngamadoda nabafazi kwisizwe sama Ndebele, oku kuchaza ukusuka ebuntwaneni ukuya ebudaleni....more

Imisebenzi yee Ntsimbi ne Mizobo yama Ndebele Ndzundza

Ama Ndzundza Ndebele aziwa kakhulu ngemizobo, efana nemizobo emihle ephindiweyo, indlela eyenziwe ngayo nemibala zityenziswa ekuhombiseni am...more

Inkolo nee Nkolelo zama Ndebele

Njengamaqela amaninzi esintu eMzantsi Afrika, ubomi bama Ndebele bubonakaliswa ngobomi bakwa moya kwilizwe lika moya, obuthi ke bubonakale b...more

Isizwe sama Ndebele eMzantsi Afrika

Kwinkulungwane yonyaka onesixhenxe (17th Century) ama Ndebele aziguzula kubazala ababehlala lunxwemeni abangama Nguni, abo ke babezakuba yin...more