Wild Verbena
I-Vebhena Zasendle
Igama
I-Vebhena Zasendle
Igama lesiLatini
Pentanisia prunelloides
Ingcaciso
Esi sityalo sinoboya obunintsi obukhula bube 400 mm ubude. Sinoba nesithomo esinye okanye ezinintsi, namagqabi akhulela kufuphi nomhlaba.Ubuhle bayo bungqukuva okwebhola, kunga 30 mm ububanzi, bunesihlwithi seentyatyambo eszikhanya okwesibhakabhaka ukuya kumbala oluhlaza. Ziye ke zihlume phakathi kwe nyanga ka August – December.
Zifumaneka Phi
Zikhula kumabala aphangaleleyo anamatye amaninzi zikhula kwiphondo loMntla.
Imbewu
Zinee mbewu ezomeleleyo ezizityalo zezinye zeembewu eziye zintshule lula emva kokutsha kwamadlelo.
Amanqaku Endawo
Esi sityalo sincediwa zizinambuzane ukuba zintshule ngokuba zisasaze ingcindi yazo. Uhlobo lokumila kwezizityalo lude ngohlobo loba zivumela amabhabhathane akwazi usebenzisa ubude bamalwimi azo ukuncedisa ukusasaza incindi.
Esi sityalo sisetyenziswa ukunyanga izifo eziliqela, njenge sitshisa, ukudumba nomkhuhlane.