uNelson Mandela nee Ntombi Zakhe noNyana

© Dr Peter Magubane
uNelson Mandela ume nentombi zakhe uZindzi, Zenani, Makaziwe kunye no Makgatho. uMakaziwe no Makgatho ngabantwana bomtshato wokuqala ka Mandela uEvelyn Mase, bawuqhawula umtshato ngo 1958.
uNelson Mandela ume neentombi zakhe uZindzi, Zenani, Makaziwe, nonyana wakhe uMakgatho. uMadiba wafumana uMakaziwe no Makgatho Mandela kwi nkosikazi yakhe yokuqala uEvelyn Mase, lowo wathi waqhawula umtshato naye ngonyaka ka 1958. Ngo 2005 uMkgatho wasweleka sisifo sika gawulayo esibhedlele eGoli. uMtshato wesibini ka Mandela wesibini ku Winnie Mandela baba ne ntombi ezimbini uZindzi no Zenani. uWinnie no Nelson bawuqhawula umtshato ngo 1996.

"Ndiqinisekile ukuba akukho mntu…oza kundityhola ngokuzicingela ndedwa, logama ndisempilweni entle, nosapho lwam, abahlobo bam nam buqu.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more