uNelson Mandela uno Winnie Mandela, no Graca Machel kwisidlo sange Krsimesi ngonyaka ka 2004

© Dr Peter Magubane
uNelson Mandela no Winnie Mandela kunye no Graca Machel phambi kwe Krisimesi yonyaka ka 2004.
uGraca Machel, unkosikazi ka Mandela wesithathu umcomile uWinnie Mandela nje ngomfazi “ Onesibindi” kwaye okhuthazayo kumntu wonke.” uMachel wamncoma kwi ncwadi awayibhalayo ku “sisi wakhe omdala” wathi ukufumana kunzima ukwamkela ukushiywa leli gorhakazi lali minyaka engamashumi asibhozo nanye.
“Ndiyazixolisa ngokuba uye wayinkwekhwezi eqaqambileyo emazulwini, apho uyakuhlala ukhona ukhazimla. Uyakuhlala ungu mhlehla ndlela kusapho lwakho elikuthandayo, isizwe esikubulelayo, i-Afrika esiyithandayo, inene nakwi ‘zwe lonke.”
Bobabini babevana kakhulu, behlala bembiza uNelson Mandela njengo “Myeni wethu” bobani babe khona ngentsuku zakhe zokugqibela.

“Ndandi ngenokucinga ukuba ingomso endandisingise kulo linokufaniswa nangayiphi indlela nezolo endandilishiya ngasemva.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more