Narrow-leaved Turpentine Grass

Igama

Narrow-leaved Turpentine Grass

Igama lesi-Latin

Cymbopogon plurinodis

Intsebenziso

Yingca ekhula kumadlelo ahluphekayo ngenxa yokubaluleka kwamafutha ayo, awenza lengca ibemuncu ngencasa. Iquka ifutha elibalulekileyo elinezinongo ezi-yi 17, eziquka i-piperitol kunye ne-delta-nerolidol esona sinongo esibalulekiyo.

Inkcazelo

Inesihlwitha sesitsho esilingana ne 2 ukuya kwi 5mm samagqabi. Iingqokelela zeentyatyambo zenza iingcambu ezingathi ziintyatyambo ezingamaqabane asibhozo. I-Narrow Turpentine grass, ayinancasa ngaphandleni kokuba isencinci.

Indawo yokuhlala

Ikhula kwindawo evulekileyo yohlaza okanye kwiziziba ezivulekileyo embindini wengingqi. Ikhula kuzo zonke iindidi zomhlaba kodwa ithanda umhlaba onzima apho izokwazi ukukhonya khona. Igcwele kakhulu pha e-Afrika.

Iintyatyambo

EyeDwarha - uCanzibe