Water Hyacinth

Igama

iWater Hyacinth

Igama lesi Latin

Eichhornia Crassipes

Inkangeleko

Isityalo esikhula elwandle esinamagqabi athambileyo aluhlaza. Iintyatyambo zimfusa ngombala. Intelezi sisityalo esingalunganga esigqiba amanzi esisuka e Melika.

Apho ikhula khona

Ikhula kwindawo ezime amanzi na madama. Ikhula kwi Phondo loMntla koloni nase kruger National Park.