Wandering Jew
Igama
iWandering Jew
Igama lesi Latin
Commelina Livingstonei
Inkangeleko
IWandering Jew sisityalo esinwenayo; neziqu ezidu, nengcambu ezeyele ezantsi emhlabeni. Igqabi ngalinye liphuma kweziziqu zininzi. Iintyatyambo zayo zi ethe-ethe kakhulu kangakokuba ziphila nje iiyure ezimbawa. Enye okanye ezimbini evelayo ngexesha. Le ntyatyambo idubula e ntwasahlobo, kodwa ngamanye amaxesha ixhomekeka ekunetheni kwemvula. Iingcambu zayo zisetyenziselwa amayeza ngabemi bengingqi ekhula kuyo.
Apho ikhula khona
IWandering Jew ingafumaneka ikhuka kwingingqi eziphangaleleyo ezinengca.; ifunyanwa kwi Phondo loMntla koloni nase Kruger National Park.