uMadiba udibana neMbongi

© Dr Peter Magubane
uMadiba ubulisa imbongi.
uNelson Mandela wayehlala efumana iindwendwe, kwikhaya lakhe kwi sitalato esikwi kona yevilakazi ne Ngakane, eOrlando West,eSoweto. Ezindwendwe yayi ngabahlobo, abantu asebenza nabo, abaxhasi be ANC, inkokheli zakwa lizwi, nabezopolitiko. Njengoko kubonakala kumfanekiso, uNelson Mandela ubulisa “Imbongi yakhe”. Lowo uchaza izicengcelezo, nokubonga inkosi, nabani na ohloniphekileyo.

“Koko sikwenzayo ngesi kunikiweyo, hayi esikunikiweyo, okwahlukanisa umntu komnye umntu.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Fight for Freedom

uMandela wayethandwa ngabalandeli bakhe, njenge mbonakaliso yenkululeko kumntu wonke. Uye abonakale njenge siThixo esithile eMzantsi Afrika,...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more