Sprawling Duneweed
Igama
ISprawling Duneweed
Igama lesi Latin
Tetragonia fructicosa
Apho ikhula khona
Ixhaphakile kakhulu kwiziduli zesanti ezingase lwandle. Isiqu sayo, amagqabi nesiqhamo sigqunywe yincindi, yamajoni adumbileyo nayinika inkangeleko emenyezelayo kwaye inceda ekugcineni amanzi, ukuze esi sityalo singatshi.
Isiqhamo
Isiqhamo sayosihlulwe kane.
Inkangeleko
Isityalo esinabileyo, esileleyo kunye nesiqu esibomvu. Amagqabi ayanambitheka, ambaca kwaye a ovali. Iintyatyambo zincinci, zezibe nesitsaba esimthubi. Amagqabi angama 20 mm ubude. Iindidi ezifana nayo yi Tetragonia decumbens iyafana nayo kodwa incinane, ze ibene siqhamo esihlulwe kathathu.