
Spotted Sandveld Lizard
Igama
Spotted Sandveld Lizard [Nucras intertexta]
Udidi
Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda
Squamata
Usapho
Lacertidae
Ubude
80 - 90 mm
Inkcazelo
Elicikilishi likhulu ngomzimba kwaye lisoloko libonwa linomva ochokoziweyo kunye nomsila o-orenji-ntsundu. Umva uyakhanya untsundu, unombala obomvu-ntsundu aphinde abenimibala emnyama, okanye umxube weziphethini ukwenza amaqela anqamleziweyo.
Ulwabelwano
Elicikilishi lifumaneka pha kumzantsi we-Mozambique napha kuMntla we-KwaZulu-Natal ukuya pha kula ngingqi ye Kalahari ukuya e-Kaokoveld kumntla wase Namibia.
Ukuzala
Ibekwa amaqanda ayi 2-8 aqundesla kweyoMdumba-kweyoKwindla. Amantshontsho angange 60mm ngokomlinganiselo.
Itya ntoni
Itya izigcawu, oonomadudwane futhi namanye amacikilishi.