River Crinum
Intelezi
Igama
Intelezi
Igama lesi Latin
Crinum macowanii
Inkangeleko
Yintyatyambo egqamileyo enamagqabi aluhlaza, nayimicwe kunye nemiqukumbelo ejiko jiko. Imhlophe qhwa okwe khephu okanye ibe pinki okhanyayo, iintyatyambo ezimile okwe bheli ziqala ukuvela xakuqala ihlobo, xazingekadubuli ziba ngu pinki onemigca.
Apho ikhula khona
Ikhula kwi Phondo loMntla koloni nase Kruger National Park.