Izinambuzane

© Chris Daly
Ngokufanayo ikati nezinja, inkukhu neentaka ziyazifumana izinambuzane.

Zikhangeleka Njani?

Ezizi nambuzane zilumayo zingabomvu, zibe Mbala umdaka okanye mnyama kuxhomekeka ngoko didi lwazo. Ezindala zibubude obuyi 1,5mm, zimbaca zinemilenze emikhulu ngemva eyenza lula ukuhamba hamba phakathi kwamaxhoba ezilwanyana. Ezi ngamabhinqa ziqandusela ukuyoma kwi khulu (100) lamaqanda nge mini. Lamaqanda ziwabeka kumaxhoba okanye emathandeni. Phantsi kwe meko ezintle isekile yobudala inga thatha ixesha elingange nyanga ezibalekayo.
ILarvae ingathatha intsuku ezimbi uvelisa amaqanda. Zitya ilindle eligcwele igazi lezindala nezinye izinto. Zincinci kwaye zinentloni, ubukhulu bazo zihlala kwintanda kwindlwane. Iintlobo ezintathu (3) zobuncinci ezingathatha intsuku ezi lithoba (9) ukuyoma kwintsuku ezingamakhulu amabini (200) ukuze zigqibeke. Kuye kuxhomekeke kwisimo sezulu.
ILarvae ekhulileyo ibubude obungange 6mm xa ithe yakhula yakwi nqanaba le cocoon, iphinde ikhule ibeyi pupae. Elinqanaba lobayi Pupae lithatha intsuku ezilisixhenxe (7) ukuyoma kwintsuku ezi ngamashumi amabini ananye (21) ukuze sigqibeke. Onke lamanqanaba angagqibeka kwixesha elisukela kwi nyanga ezingamashumi alishumi anesibhozo (18) ukuyoma kwinyanga ezimbalwa.
IStick tight flea, esaziwa ngokuba si stickfast flea zifumaneka kwi Ntaka eziludidi lwe nkukhu. Kodwa ke oludidi aluzihluphi ngamaxhoba lide lihlale kwisikhumba sezinja, kati, kwezinye izilwanyane nkqu nabantu. Ezi ke zinga bafazi zenza ulwamvila de bengumngxuma Kanye apha enyameni yamaxhoba azo. Yenzeka ke lento de kubonakale imiva yezizilwanyane zingamaxhoba. Kunzima kakhulu ukuzisusa, nkqu sezifile kumaxesha amaninzi ziye zeyanyaniswe de kucingwe nga makhalane. Zenza ulwamvila olubuhlungu kwaye zingosulela.
Intakumba zingabonakala kwi liso lenyama, ziyathanda ke uncamathela kwizacholo zentaka kunye nalapha ecaleni kwamehlo entaka.

Indlela Zokubona Usuleleko?

Impawu zosuleleko zingabonakala ngokuzi krwempa, ukungcangcazela nobumnyamana apha ngasemehlweni, nakwi sacholo nalapha esilevini. Ezi Ntaka zithi ke zibhitye kwaye intsiba zibonakale zinezibhaxu. Isacholo nesilevu esi zibonakale zingenalo igazi.

Translated by Zikhona Plaatjie