Anemones
Iianemoni
Igama eliqhelekileyo losapho
Anemones
Elinye igama
Intyatyambo yolwandle
Igama le sayensi
Actiniaria
Umlinganiselo
Ukuqala kwi 1cm up ukuya kwi 2 m ububanzi
Inkangeleko
Isiqu esiliqokobhe esimile okwe silinda, esincamathele kwi diski erawndi. Amalungu ajikeleze umlomo weliqokobhe. Lamalungu ayatsweba. Umbala uyahlukana, ukusuka komdaka, pinki, mfusa, tyheli kunye no orenji ukuya kuluhlaza okanye ubomvu.
Iinkcukacha Gabalala
iActiniaria inosapho olungama 44 kunye nee ndidi ezingaphaya kwama 1000. Iianemoni zihlobene kakhulu ne khorali okanye ijellyfish. Zine nematocysts kumalungu, nezizisebenzisa ukutshiza ixhoba. Ezinye iindidi zihlala phantsi komhlaba okanye embhobheni.
Isidlo
Zitya iplankton okanye iintlanzi ezincinci.
Indawo ezifumaneka kuzo
Zifumaneka kumalwandle onke apholileyo nashushu ehlabathi.
Iindidi eziqhelekileyo
Giant anemone - Heteractis magnifica
Sandy anemone - Aulactinia reynaudi
Tiger anemone - Nematanthus annamensis.