Gemsbok

© Peter Delaney

Igama

Gemsbok or Oryx [Oryx gazelle]

Ingcaciso

Ezinye zeempawu ze Gemsbok kukwazi uhlala kwiindawo ezinqatyelwe ngamanzi,ziyakwazi uphila kwiindawo ezingena manzi. Iimfuno zazo zamanzi zizifumana, ekutyeni kwazo eziye zikufumane.

Zifumaneka Phi

Zifumaneka kakhulu kwiindawo ezisentlango nakwizikhululo zogcina izilwanyana.