Ungatyala Esiphi Isivuno?

©Krish Dulal
Ezolimo ezi nkcenkceshelwayo amaxabiso wazo aphezulu kwaye sinamazinga wamanzi anqongopheleyo eMzantsi Afrika, kubalulekile ukusebenzisa amanzi ngenkathalo. Kubaluleke kakhulu, okokuqala, ukuqonda okokuba amazinga obushushu kwindawo yakho yokulima akulungele na ukuvelisa nasiphi na isivuno.

Izivuno Ezilungele Isimo Sezulu Esifumileyo Nesimo Sezulu Sasehlotyeni Esitshisayo

Izivuno Ezilungele Isimo Sezulu Esifumileyo Nesimo Sezulu Esishushu

Izivuno Ezilungele Imi-mandla Eyomileyo kunye Neshushu

Izivuno Ezilungele Imi-mandla Eyomileyo kunye Nebandayo

Translated by Zikhona Plaatjie