Spotted Bush Snake
Inambezulu

© Tyrone Ping

Igama

Inambezulu [Philothamnus semivariegatus]

Inkcukacha Ezibalulekileyo

Udidi: Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda: Testudines
Usapho: Colubridae
Ubude (Imazi): 850 mm
Ubude (Inkunzi): 825 mm

Inkcazelo

Inambezulu inqinile ngomzimba kwaye imbaca, inentloko eyahlukileyo nomsila omde. Umzimba uyakhazimla uluhlaza bunquma, inamenibalabala emnyama apha phambili emzimbeni, lonto yenza umbala obhedu emva kwendlebe. Intloko imnyama okanye bhlowu-luhlaza.

Ulwabelwano

Inambezulu ifumaneka kwingingqi yasemantla, ukuya pha e-Kalahari nase Mpuma Koloni, igqithele pha e-Namaqualand kwintshona nakwi Mpuma yase Bhayi. Kwezinye iindawo ifumaneka pha embindini we Afrika ukuya e-Sudan nase Guinea.

Ukuzala

Imazi ibeka amaqanda ayi 3-12 phakathi ko-hlobo.

Itya Ntoni

Amalovane kunye namasele omthi.

Impawu Zasendle

Inambezulu ayisosilwanyana esifuyekayo kwaye asityi xa sivalelwe.