River Vernonia

Igama

iRiver Vernonia

Igama lesi Latin

Vernonia Colorata

Inkangeleko

Lihlahla elifukufuku kunye namagqabi amile okwe qanda. Iintyatyambo zisofusofu ze zibe pinki okhanyayo ngombala. Zidubula xakuqala autumn.

Apho ikhula khona

Ixhaphakile ecaleni kwendawo ezinamanzi okanye ecaleni kwendlela. Ikhula kwi Phondo loMntla koloni nase Kruger National Park.