Amagama Asetyenziswa kwi Mfuyo Yebhokhwe

©Alan R Walker
Uninzi lokufa kwezilwanyane lunga thintelwa ngokuthi iimpawu zezifo ziqaphelwe kuselithuba. Kubalulekile ukuqaphela imfuyo yakho mihla le. Khangela izilwanyana ezinomva ndedwa, ezilele phantsi, ezizirhawuzelayo, ezingatyi ukutya kwaye zingaseli nto okanye ziziphethe ngendlela engaqondakaliyo, njengoku ngqubana ngeentloko okanye ezikhaba iintupha. Xa uzijonga rhoqo uyakukwazi ukuqaphela izifo ngokubona iimpawu ezibinakayo.
Ezinye izifo kunzima ukuzibona kuba uninzi lwazo lubonakalisa iimpawu eziphantse zafana. Izifo zingenziwa zintsholongwane, bakteriya, iincukuthu nezinye ezingosuleliyo. Iimpawu zezifo ezibhaliweyo zinganceda ukuqaphela izigulo kusekutsha. Xa ukrokrela imeko enobuzaza kwi bhokhwe zakho, kungcono ukuxhumana nogqirha wezilwanyana kwangethuba.

Iimpawu Eziqhelekileyo ne zifo Ezixhaphakileyo

Ukuma Komzimba Ngendlela Engaqhelekanga: Caprine Arthritis Encephalitis (CAE).
Ukuphefumla Ngendlela Engaqhelekanga: Acidosis, Nitrate/nitrite Poisoning, Tuberculosis (M. tuberculosis), Verminous Pneumonia (Dictyocaulus filaria), Anthrax, Contagious Caprine Pleuropneumonia, Melioidosis, Allergies/Insect stings, Bloat, Heartwater
Ubisi Olungaqhelekanga: Mastitis, Caprine Arthritis Encephalitis (CAE), Enterotoxemia
Igazi Elikwizinga Eliphantsi Ezimbeni (Anaemia): Coccidiosis, Barber pole worm, Blood Parasite – (Anaplasmosis), Iintwala, Incukuthu okanye amangolwane, Caseous lymphadenitis, Tuberculosis (M. tuberculosis), Copper Deficiency, Babesiosis (Amanzi abomvu), Flukes or Flatworms (Incukuthu yangaphakathi), Iintshulube zesisu namathumbu ezingqukuva, Trypanosomiasis
Ukubhitya Kakhulu (Anorexia): Caseous lymphadenitis, Listeriosis, Mastitis, Ukumitha toxemia (ketosis), Urolithiasis (Amanzi esiswini/cystitis), Pneumonia, esulelayo i-Caprine Pleuropneumonia
Ivumba Elibi: Footrot okanye ukubola kwenyawo, Coccidiosis
Ubumfama: Enterotoxemia, Coccidiosis (Incukuthu yanga phakathi), Polioencephalomalacia
Ukuqunjelwa kwe sisu: Acidosis, ityhefu kwindawo ephuma umchamo/urea
Igazi Kubisi: Mastitis
Igazi Kumchamo: Urolithiasis (Amanzi esiswini/cystitis), Babesiosis (Amanzi abomvu)
Ukulahlekelwa ligazi: Iintwala, Isisu and Kunye neentshulube ezingqukuva
Ilindle lokuhambisa Okunegazi: Anthrax, Enterotoxemia, Coccidiosis (incukuthu yangaphakathu), Nairobi Sheep Disease
Umhlathi Webhotile (Bottle jaw): Liver Fluke, (Barber pole worm), Incukuthu ehlala esiswini, Incukuthu yesisu namathumbu angqukuva
Ukuqhina iSisu: Tapeworm, Milk Fever
Circular Lessions (ubuso, amagxa, intamo, amehlo): (fungus)
Ukukhohlela Nokuthimla: Tuberculosis (M. tuberculosis), Verminous Pneumonia (Dictyocaulus filaria), Pneumonia, Contagious Caprine Pleuropneumonia, Melioidosis
Ukuhlala Igquma: Ukuqunjelwa kwesisu
Inkwethu kwisikhumba: Mange (Sarcoptes, Demodatic and Psoroptes)
Ukuphelelwa Ngamanzi Emzimbeni: Coccidiosis, Acidosis, Barber pole worm, Peste Des Petits Ruminants
Uxinzelelo lwengqondo: Listeriosis, Mastitis, Pregnancy toxemia (ketosis), Urolithiasis (Water Belly/cystitis), Encephalomalacia (PEM) /Polioencephalomalacia (PEM), Rabies, Pneumonia, Anthrax, Colibacillosis (Scours), Johne’s Disease, Melioidosis, Milk Fever, Enterotoxemia, Babesiosis (red water), Heartwater
Ukuhambisa kwe Sisu/Scours: Enterotoxemia, Coccidiosis, Chlamydial Abortion, Johne’s Disease (M. Paratuberculosis), Liver Fluke, (Barber pole worm) - Parasitic gastroenteritis, Tapeworm, Brucellosis, Acidosis, Intshulue zesisu namathumbu ezingqukuva, Peste Des Petits Ruminants
Ukuphuma Kwencindi Emehlweni (Ocular discharge): Pinkeye, Verminous pneumonia (Dictyocaulus filaria), contagious Agalactia
Ukudideka Ngengqondo (Dizziness): Izinambuzane (Aldrin, Endrin Chlordane and Dieldrin)
Indlebe Ezibhakubhaku Ezijonge Phantsi: Listeriosis
Ukoma Kwesikhumba: Fungal Disease (Ringworm), Mange
Ukukhupha Izincwe Kakhulu: Listeriosis, Allergies/Insect Stings, Rabies
Umkhuhlane: Caseous lymphadenitis, Mastitis, Coccidiosis, Goat Pox, Hemorrhagic Septicaemia (P. multocida), Tuberculosis (M. tuberculosis), Pneumonia, Anthrax, contagious Agalactia, contagious Caprine Pleuropneumonia, Listeriosis, Melioidosis, Babesiosis (Red Water), Heartwater, Foot and Mouth Disease (FMD), Nairobi Sheep Disease
Ugwebu Emlonyeni: (Frothing) - Rabies, Bloat, contagious Caprine Pleuropneumonia
Ukuxovula Amazinyo: Coccidiosis
Ukulahlekelwa ainwele: Mange (Sarcoptes, Demodatic and Psoroptes), Ringworm (Fungus)
Ukuxinzelela Intloko: Enterotoxemia
Ukudumba Nentlungu Phakathi Kwentupha: Footrot, Contagious Ecthyma
Usuleleko Kwenwele Kwintlonze: Ringworm (Fungus)
Ukurhawuzelela: Intwala, nosuleleko kwisikhumba (Mange)
Ukuphelelwa Yimizwa Kwinyawo: Footrot, Foot and Mouth Diseases Virus, Brucellosis
Ukudinwa: Barber pole worm, Mastitis, Acidosis, Urolithiasis (Amanzi esiswini)
Ukulala Phantsi / Ukunga kwazi Ukuphakama: Grass Staggers, Ukumitha Toxemia, Enterotoxemia
Ukungabina mdla Wokutya: Coccidiosis, Anthrax, Mastitis, Rabies, Contagious Agalactia, Johne’s Disease, Listeriosis, Melioidosis, Ukuqunjelwa, Encephalomalacia/Polioencephalomalacia (PEM), Urolithiasis (Amani esiswini), Heartwater, Peste Des Petits Ruminants, Goat Pox
Ukungavelisi ubisi Olwaneleyo: Barber pole worm, Footrot, Contagious Ecthyma, Coccidiosis, Caseous Lymphadenitis (CL), Copper deficiency, Johne’s Disease, Streptothricosis, Bloat, (Blood Parasite)-Anaplasmosis, Babesiosis (Red Water), Intwala, Intshulube zesisu namathumbu, Rabies, Rift Valley Fever
Imveliso Esezantsi: (Incukuthu efunxa igazi) - Anaplasmosis, Babesiosis (Red Water)
Amaqhuma: Mange
Imikhwinya: Verminous Pneumonia (Dictyocaulus filaria), Pneumonia, contagious Caprine Pleuropneumonia, Melioidosis, Nairobi Sheep Disease, Peste Des Petits Ruminants, Goat Pox
Ukungcangcazela: Grass Staggers
Ukuchama Kabuhlungu: Urolithiasis (Water belly)
Pale Mucus Membrane: Barber pole worm
Ukuqhwalela (Paralysis/partial paralysis): Listeriosis
Ukunga khuli Kakuhle: Coccidiosis, Barber pole worm, Soremouth, Babesiosis (Red Water), Flukes or flatworms (internal parasite), Intwala, stomach and intestine Roundworms
Amehlo Abomvu: Pink Eye / Amehlo apinki
Inwele Eziqinileyo okanye Eziphatshileyo: Coccidiosis, Baber pole worm, Liver Fluke, Copper deficiency, Johne’s Disease, Scrapie, Goat Pox
Ukuxhapha Ugwebu / Ukuxhuzula: Rabies, Encephalomalacia/ Polioencephalomalacia (PEM), Listeriosis
Amathumba Emlonyeni: Contagious Ecthyma (Soremouth), Foot and Mouth Disease (FMD), Peste Des Petits Ruminants, Goat Pox
Amatshanda (emzimbeni): Mange, Goat Pox
Urhawuzelelo Olungamandla: Mange
Amathumba Amancinci (Kwinzwana): Foot and Mouth Disease (FMD)
Ukuqaqanjelwa Ngasemva: Anthrax
Ukuqaqanjelwa Kwindawo Yocantsi: Anthrax
Izilonda (Emehlweni): Contagious Ecthyma (Izilonda emlonyeni)
Izilonda (Kumatanyula / Matapile): Contagious Ecthyma (izilonda elonyeni)
Izilonda (Vulva): Contagious Ecthyma (Soremouth)
Izilonda Kwizidlele: Rift Valley Fever
Izilonda Elwimini: Rift Valley Fever
Izilonda (Ezindlebeni): Eyosulelayo Ecthyma (Soremouth)
Ubunzima Bokuchama: Urolithiasis (Water belly)
Ukudumba Kwesisu/Hay belly: Liver Fluke
Ukudumba Kwentupha: Brucellosis, Contagious Agalactia, Caprine Arthritis Encephalitis Syndrome
Ukudumba Amatapile: Brucellosis
Ukungcangcazela (Tremors): Urea poisoning, Copper deficiency, Enterotoxemia, Scrapie
Ukudumba Kwamabele: Mastitis, contagious Agalactia
Ukusikeka (Ngaphakathi Kwimilebe Engezantsi / Kwintsini): Peste Des Petits Ruminants
Ukuchiza kwi Ndawo Yokuchama kwi Mazi: Mastitis
Ukugabha: Milk Fever
Ukwehla Esiqwini / Off Feed: Ukubola inyawo, Caseous lymphadenitis, Iintshulube esiswini nakumathumbu, Johne’s Disease (M. Paratuberculosis), Tuberculosis (M. tuberculosis), Copper deficiency, Streptothricosis, Barber pole worm, Coccidiosis (incukuthu ngaphakathi), Trypanosomiasis, Caprine Arthritis Encephalitis Syndrome
Iintshulube: Barber pole worm, Flukes or Flatworms (internal parasite), Stomach and Intestine roundworms, Ringworm, Tapeworm

Translated by Zikhona Plaatjie