Vine Snake
Igama
Ukhokhothi [Thelotornis capensis capensis]
Udidi
Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda
Squamata
Usapho
Colubridae
Iintlobo
Kwaziwa iintlanga eziyi 3
Ubude imazi
975 mm
Ubude inkunzi
1 062 mm
Inkcazelo
Sinqinile esiqwini kwaye sinentloko etsolo namehlo amakhulu. Izikali zesiqu zinkenenkene kwaye ibhalwe ngemigca apha emaphakathini omzimba. Umzimba wona umbalabala.
Ulwabelwano
Ifumaneka kwiMpuma nangaku Mzantsi we Afrika, imane isuswa zizicotho zemvula phaya embindini nase Ntshona Afrika ka T.Kirtlandii.
Ukudala
Imazi ibeka amaqanda ayi 4-18 ehlobo, lamaqanda ayaqandusela pha kweyeNkwindla emva kweentsuku eziyi 60-90. Ezincinci zingange 230- 331mm ngomlinganiselo futhi ziweyisha I 3-4g. Imazi ibeka iqela lamaqanda amabini ngaxesha izala.
Ukuqaqamba
Ixhoba liyabulalwa liginywe, ibe inyoka iyaxhonywa ijonge phantsi.
Itya ntoni
Itya ukutya okwahlukile okuquka ucikilishe, amasele, amantshontsho entaka kunye neenyoka.
Iintlobo
Lenyoka yaziwa njengo Khokhothi ngokuba iyafana namasebe omthi asendaweni abayibiza iKhokhothi ngokuqhela kwayo ukwenza amantshontsho entaka isusulu sayo.
Iimpawu Zasendle
Kubanzima ukuyiqaphela ngenxa yomxube wombala wayo, njengegama layo, lilo ilovane eliqhelekileyo neligcwele indawo yonke.