Tassel Pondweed
Igama
iTassel Pondweed or Ditch Grass
Igama lesi Latin
Ruppia maritima
Ipho ikhula khona
Ichumile kwindowo ezingqongwe yimilambo. Isoloko idame emanizini, kwaye iphithethene iyacatshukelwa ngabaqhubi bemikhumi.
Inkangeleko
Amagqabi neziqu zibhityile, zifana nengca kwaye ziphithene. Intyatyambo ingqunduva, imfutshen kwaye ime ngqo. Umlinganiselo: 1m ubude, 1mm ububanzi.
Amanqaku asendle
Esi sityalo ayisosolwandle, sisityalo samanzi acocekileyo kodwa nakwanetyiwa siyaphila. Esi sityalo siyazandela ngokwaso, kodwa sisenokwandiswa nakukuthi imbewu yaso ibhabhe phezu kwamanzi emva kokuba iwe kuso. Iziqhamo zesisityalo sisasazwa zintlanzi nentaka zamanzi ezithi zisitye.
Ezinye iindidi ezihlobeneyo
Ruppia cirrhosa: Intyatyambo yayo ijijene/igobile.
Potamogeton pectinatus: Intyatyambo icukene eliveni.