Soldierfish
Imfishiyelisotja

© Johan Boshoff

Igama losapho eliqhelekileyo

Soldierfish

Igama le sayensi

Myripristinae

Ubungakanani

Ingangemasentimitha lasihlanu, silinganiso silishumi nesiphohlong ngemasentimitha.

Ukuchongwa

Imbaca, ime okwebhola yombhoxo ngobume bomzimba inezikhumba ezimbala mbini. Umsila ofana nefolokhwe. Amehlo amakhulu nempumlo etsolo. Ivame ukuba bomvu ngombala nendawo ezikhanyayo namabala amnyama.

Ulwazi oluphangaleleyo

Usapho oluphantsi kwe Myripristinae lunendidi ezisibhozo neentlobo ezingama 84. Usapho lwentlanzi lwe lwentlanzi unomatse. Lufumaneka emilanjeni emini okanye zizifihle kumathanda nangaphantsi kobulembu. Zizingele ngobusuku. Zithanda iindawo ezinamaza anamandla. Zivelisa amaqanda asempilweni.

Ukutya

Zitya ononkala bolwandle,kunye nentlwa.

Usasazo

Lwenzeka kuzo zonke iimeko zemozulu nakumalwandleehlabathi.

Iintlobo eziqhelekileyo

Blotcheye soldierfish (Myripristis murdjan)
Finspot/Pale soldierfish (Myripristis melanosticta)
Yellowfin soldierfish (Myripristis chryseres)