Sanderling
Igama
Sanderling
Igama lesi-Latin
Calidris alba
Usapho
Scolopacidae
Ubude
19 cm
Indawo yokuhlala
Yintaka eqhelekileyo evela kwezinye indawo ezingase lunxwemeni kodwa imibhalo iveza ukuba ithanda ukuzihambela yodwa ukusuka kweyoMsintsi ukuya ku Canzibe.
Imfuduko
Ifuduka ehlobo iphuma phakwi Palaerctic, ebusika ihlala pha eNtshona.
Isikhalo sentaka
Ikhwelo layo lingumyozi othi ‘twick twick’.
Inkcazelo yobudala
Ithe vaba ngombala, ikakhulu imhlophe ngenkangeleko kodwa iphinde imbatshe bungwevu pha emqheleni wayo nakumntla. Iimpondo kunye nemilenze yazo zimnyama. Inempondo ezimfutshane futhi ayina nzwane ngasemva, inempawu ezintathu hayi ezine ngokwesiqhelo ezahlulwa ngumzila omnyama pha egxalabeni. Inamehlo antsundu.
Isimo
Iqhele ukufika ngeHlobo.
Ulwabelwano
Ixhaphakile pha kwintshona yomnxweme kwaye inqabile kwezinye iiindawo ezizimele zodwa.