Striped Skink

© Tyrone Ping

Igama

Striped Skink, African Striped Skink [Trachylepsis striata]

Udidi

Isilwanyana esirhubuluzayo

I-oda

Squamata

Usapho

Scincidae

Ubude imazi

60 - 90 mm

Ubude inkunzi

60 - 90 mm

Inkcazelo

Eli-lovane linomzimba ophakathi kwaye linezikroba kumazantsi amehlo. Iindlebe zona zikhethiwe. Umxube wemibala uyohlukana. Kwingingqi yasemantla intloko yeenkunzi ezizalisayo iba orenji-ntsundu iphinde ibenombala o-orenji pha emqaleni.

Iintlobo

Zonke iintlobo ezine zifumaneka ngezantsi kwelizwe. . M.s. striata, M.s. sparsa, M.s. punctatissima and M.s. wahlbergii.

Ulwabelwano

KwiMpuma ye-Afrika, emazantsi wendawo eyayibizwa nge Transkei nase Mntla-Mpuma we Mpuma-Koloni, ukuya pha kumlambo i-Orenji ukuya e-Richtersveld nakwi ntshona Zambia, Angola nakumzantsi we-Namibia.

Ukuzala

Kwingingqi yasezantsi zizala amaqanda ayi 3-9 ngohlobo. Ukuzala kwakhona kuyenzeka apha enyakeni kumantla wengingqi ezithille. Zikhula ngokukhawuleza, kwaye zikhanuka pha xa zine nyanga eziyi 15-18.

Itya ntoni

Itya izinambuzane ezincinci (ooqongqothwane, inundu etc.) nezinye izilwanyana ezincinci ezingenamqolo.