White-breasted Cormorant
Ugwidi

© Nigel J Dennis
White-breasted Cormorant.

Igama

Ugwidi

Igama lesi-Latin

Phalacrocorax carbo

Usapho

Phalacrocoracidae

Ubude

90 cm

Indawo yokuhlala

Iyodwa okanye ikwiqela lezinye intaka pha kumatye aselwandle, eziqithini, emifuleni kunye nakwindawo ezinamanzi apho isoloko ilele emithini ebhubhileyo.

Inani lamantshotsho

3 - 4 (ngamanye amaxesha ayi- 5).

Ukuzala

Izala enyakeni wonke, kweyeThupa okanye eyoMqungu ngamaxesha aphezulu eKoloni, ukusuka kweyoKwindla ukuya kweyeDwarha ibangaphakathi. Amaqanda ayi 3-4, ngamanye amaxesha ayi 5, amhlophe aphinde abeluhlaza-bhlowu xa esematsha.

Inkcazelo yamantshontsho

Amantshontsho amhlophe emazantsi ukuya pha esiswini.

Inkcazelo yobudala

Ziqhapheleka ngemiphantsi emikhulu emhlophe ngebala, umqala ukuya emabeleni, zimhlophe nazo ngaphantsi, zimhlophe kakhulu kune ntshontsho likaGwide.

Isimo

Iqhelekile kwaye ngumhlali owaziwayo.

Ulwabelwano

Ilizwe lonke. Kuyo yonke i-Afrika.

Cormorants

Ngenxa yohlobo lwazo ezimnyama, iiCormorants idla ngokubizwa ngokuba yijuba elwandle. Enyanisweni, igama lentsapho, i-Phalacrocoracidae, lit...more