Wild Foxglove
Ii-Foxglove Zasendle

Igama

Ii-Foxglove Zasendle

Igama lesiLatin

Ceratotheca triloba

Ingcaciso

Esisityalo side sinamagqabi ambalwa ngokwe nkangeleko yaso. Amagqabi ame ebujongana kumacala esithomo anoburhabaxa ekupheleni kwawo.
Kunentyatyambo embala onobubomvu nobumhlophe ende emile okwexilongo.

Zifumaneka Phi

Esisityalo sifumaneka phakathi kwamatye amakhulu okanye sizikhulele ecaleni kwendlela. Sifumaneka kwiphondo Lomntla Kanye nase Kruger National Park.

Amanqaku Endawo

Oluhlobo lwesityalo lunomtsalane ingakumbi xa lusecaleni kwendlela. Sinomtsalane sinjalo kodwa sinetyefu edala ubungozi kubantu kunye nezilwanyana ngokulinganayo.