White-Throated Monitor
Uxam

© Tyrone Ping

Igama

Uxam (Varanus albigularis albigularis)

Iimpawu Ezibalulekileyo

Udidi: Isilwanyana esirhubuluzayo
I-oda: Squamata
Usapho: Varanidae
Ubude (Imazi): 400 - 500 mm
Ubude (Inkunzi): 400 - 500 mm

Inkcazelo

Lo xam mkhulu ngesiqu futhi uqinile, unembambo kunye neenzipho ezibukhali. Intloko inebhuqe elinamaqhakuva, linezikhala ezingathi ngu qhoqhoqho pha ngase mehlweni ukuya ekupheleni kwe bhuqe. Umva umnyama ngwevu nantsundu ngaphezulu, iphinde ibenamabala amnyama ayi 5-6.

Ulwabelwano

Kumanxweme nakwi ndawo ezomileyo zezwe, kodwa azikho pha e Ntshona Koloni, mhlawumbi kumanye amanxweme ase Mpuma-Afrika.

Ukuzala

Xa kuqala ihlobo amaqanda ayi 8-51 ayabekwa. Kuxhomeke ukuba ingakanani imazi. Amaqanda aqandusela emva kwentsuku eziyi 110-120 kodwa kuthatha ixesha elide pha endle.

Itya Ntoni

Itya ikakhulu ooqongqothwane, iinkumbi kunye nesineyile somhlaba.