Vlei Orchid

Igama

iVlei Orchid

Igama lesi Latin

Eulophia Angolensis

Inkangeleko

Le ntyatyambo intle ikhula ifikelele kubude obuyi 2 m xasele inentyatyambo, kunye namagqabi amancinci ashwabeneyo akhula kufutshane nomhlaba. Ezintyatyambi zityheli ngombala kwaye zinuka kamnandi. Isiqu sayo nesi ude obungama 20mm, sima nqo. Ixesha edubula ngalo liqala kweyoMnga ukuya kweyoMdumba.

Apho ikhula khona

IVlei Orchid ichuma kakhulu kwindawo ezikwi Phondo loMntla koloni.