uMadiba uFumana iiNdwendwe eKhayeni Lakhe

© Dr Peter Magubane
uMandela ufumana indwendwe kwikhaya lakhe kwa numba 8115 Orlando West, kwi kona yesi talato iVilakazi ne Ngakane eSoweto.
uNelson Mandela wayehlala efumana iindwendwe kwikhaya lakhe kwi kona ye Ngakane nesitalato iVilakazi eOrlando West, eSoweto. ezindwendwe zazingabahlobo nabantu asebenza nabo, nabaxhasi be African National Congress (ANC) abalandeli, inkokheli zakwa lizwi nabezo politiko. Xa uMandela edibana nabantu aba balulekileyo abendaba babegcwala endlini yakhe bathathe imifanekiso. uPeter Magubane wayengu mhlobo kwaye ehlala endwendwela endlwini ka Madiba wathatha imifanekiso enyanisekileyo ka Mandela nendwendwe zakhe.
uMadiba wayethanda ukudibana nabantu ebalisa amabali anikeza ithemba, ukunyamezela nenkululeko. Kumfanekiso ngemva ngu Cyril Ramaphosa, othe wachongwa njengo Mongameli woMzantsi Afrika February ngonyaka ka 2018. Basebenza kunye njenge nkokheli ze ANC, besebenzela ukuzisa inkululeko eMzantsi Afrika.

“Ukuba ubutyebi nguzibuthe, makube intlupheko yinto embi engafunwayo. Noxa kunjalo intlupheko ikhupha ububele ebantwini.” ~ Nelson Mandela

Mandela 100 - Mandela: A Man of Principle

uBrenda Fassie, umculi we Pop othandwayo eMzantsi Afrika egcwele yimizwa, wonga uMandela...more

Mandela 100 - The Charm of Mandela

uNelson Mandela ubuyela kwikhaya lakhe eSoweto, emveni kokuphuma entolongweni ngo 1990. uNelson Mandela, ukhule kwa no 8115, kwisi talato iV...more

Mandela 100 - The Mandela Legacy

uMandela ufumana iwonga le Honorary Doctorate kwi Yunivesithi yase Witwatersrand eRhawutini...more

Mandela 100 - Timeless Madiba

uMandela ubulisa abalandeli bakhe ngaphandle kwe ndawo yokuthandaza yamaJuda ePitoli....more