Ukwenziwa kwe Bhiya

© Chris Daly

Ibhiya yenye yezona ziselo zithandwa kakhulu kwihlabathi lonke liphela. Bambalwa abanokuphikisa ukuba ayikho into engcono kunokuvula umnqongo obanda nkca ekupheleni kwemini ende. Zininzi iindlela zokwenza ibhiya. iBarley, iihops, kunye ne yeast zidityaniswa ngeendlela ezahlukileyo ukwenza iibhiya ezinencasa ezahlukileyo nezizakwanelisa umntu wonke.
Iingcali zee microbreweries kunye ne craft beer zisandula ukuphuma phambili ekudidiyeleni ibhiya eMzantsi Afrika. iSouthAfrica.co.za izakuthi chu nawe ikubonise indlela ekwenziwa ngayo ibhiya, ukuqala ekukhuliseni izityalo zakho zeehops ukuya ekugaleleni ibhiya encamisa umxhelo.

Ungazikhulisela Njani iiHops Zakho

iiHops ziintyantyambo ezizimazi ezomisiweyo, zohlobo lwe Humulus lupulus. Kwaye zikusapho olunye nolwe Ntsangu....more

Indlela Yokwenza iCraft Beer

Abemi belizwe loMzantsi Afrika bayayithanda ibhiya esemgangathweni kwaye indumasi ye craft beer iya ikhula....more

Ukugada Ukukhula Kwesityalo se Hops

Ihops zikhula kwezizithole zibizwa nge bines, nezizakudinga ukuba zimiswe zonyukele phezulu....more