Stinking Grass
Inuka

© D. Wesuls

Igama

Inuka

Igama leLatini

Bothriochloa radicans

Iintsebenziso

Yingca engatyiwayo ezidle ekumgangatho ophantsi ngenxa yamagqabi anephunga elibi elitsarhayo. Nanjengoko kunjalo, iyathezwa lengca xa ingekho enye. Le ntlobo yengca Iphethe amafutha abalulekileyo kwaye inezithako ezinamashumi amahlanu ananye.

Iincazelelo

Yingca eqinileyo elutyholwana enabayo kwaye ayimanga nkgo, Amaqabi awo anephunga elibukhali xa etyumziwe. Magqabi lawo aluhlaza/nesibhakabhaka umbala. Ukusetyenziswa ngabedli kwenzeka oku ngexa ingca isa qhama.

Intlalo

Ikhula kwaye ifumaneka edrier basalt ikhula kakuhle Kwi ndawo enomhlaba oludaka osindiyo, njengoba lomhlaba ukufutshane kunye ne vleis. Uphinde ufumaneke phezulu kwamatye nakudonga logqina zeentubi. Ifumaneka kumntla woMzantsi Africa ukuyothi ga eYuganda, eSudan, kunye nase Yuthopihia.

Iintyatyambo

Eye Dwarha - Utshazimpuzi eMzantsi Afrika.

Amanqaku Ophando

Inuka ibizwa ngeligama ngenxa ya magqabi ayo anevumba elibi elikrakrayo.