Soutbossie

Igama

ISoutbossie

Igama lesi Latin

Bassia diffusa/Chenolea diffusa

Apho ikhula khona

Ikhula kufuphi nendawo ezima amanzi, kwindawo ezine santi ezikufuphi okanye entla nje kwawo.

Inkangeleko

Iziqu ezifutshane eziphantsi komhlaba namahlahla amileyo arhangqwe ngamagqabi anambithekayo aluhlaza angathi yi velevethi. Ali 10 cm ubukhulu.