Rock Jasmine
Imfohla-fohlane

Igama

Imfohla-fohlane

Igama lesi Latin

Jasminum stenolobum

Inkangeleko

Intyatyambo entle eyimicwe emincinci. Esi sityalo sinevumba elimnandi, nentyatyambo ezakhiwe okwenkwekwezi, ezinombala omhlophe nopinki emazantsi.

Apho zikhula khona

Zichuma kakhulu kwindawo ezinamatye. Ikhula kwi Phondo loMntla koloni kunye nase Kruger National Park.

Isiqhamo

Amaqunube aluhlaza atshintsha abe ngumbala omnyama akuvuthwa.