I-Persimmons

© Louise Brodie

I-Persimmons ziveliswa kwindawo ezi fumileyo ukuya kwimi mandla enobushushu kwilizwe jikelele kwaye zaziwa ngamagama amaninzi aquka Persimmons, Asian okanye Japanese Persimmon, isiqhamo se Kaki ne American Persimmon. Esisiqhamo sivuthuluka amagqabi rhoqo ngonyaka sixhaphake kakhulu phesheya empuma apho khona ukutyiwa kwaso nemveliso yaso kuxatyisiweyo khona. Esisiqhamo sesixhaphakile kwintengiso zase Ntshona kwiminyaka elishumi edlulileyo kwaye intengiso yesisiqhamo yaqala eMzantsi Afrika ngeminyaka yo 1990s.

Translated by Zikhona Plaatjie

Imveliso ye Persimmon

Isiqhamo ipersimmon sityiwa sise krwada, kodwa zikhona indawo eziyimizi mveliso yokunye esetyenziswa kuzo ipersimmon, zona zivelisa ipersimm...more

Iintlobo ze Persimmon

I-Persimmons ziziqhamo ezikhiwa emthini ezityiwayo, imithi yazo yi genus Diospyros kusapho lwe Ebenaceae. Igama elithi Diospyros lisuka kuma...more