Ingqolowa

©Glenneis Kriel
Ingqolowa isuka kwingca yasendle kwiminyaka engapha kwama 10 000 eyadlulayo kwindawo ngoku ezaziwa ngokuba yi Turkey, Syria, Afghanistan, Iraq kunye ne Iran. Yingqolowa yepapa enenkozo ezityekayo.
U-Jan Van Riebeeck watyala ingqolowa yokuqala ngonyaka ka 1952, nentlobo ezahlukileyo ezazi ziswengenqanawa zorhwebo ezazihamba phakathi kwe Europe kunye ne East Indies. Imveliso yayisele izinzile kwelase Kapa ngonyaka ka 1684, ngokwe Agricultural Research Centre’s Production Guidelines for Wheat. Uhlalutyo lwezilimo luqale ngonyaka ka 1891 ze uhlelo lokuqala loku khulisa ingqolowa laqala ngonyaka ka 1902.

Translated by Zikhona Plaatjie

Ukuchumisa Ingqolowa

Uhlalutyo lomhlaba kufuneka lwenziwe rhoqo kwiminyaka embalwa ukuze oko kunikeze umkhomba ndlela kwizigqibo ezidibene nokuchumisa kunye...more

Ukulima Ingqolowa

Ingqolowa yase hlotyeni ikhula kakuhle phakathi ko 22 no 34℃, logama ingqolowa yase busika ikhula kakuhle phakathi ko 5 no 25℃, ngokwe P...more

Ulawulo lwe Nkumbi kwi Ngqolowa

Amafama kufuneka ahlale ewujonga umhlaba wawo ukuze akwazi ukubona izinambuzane neengxaki zezifo phambi kokuba zixake...more

Imveliso Ingqolowa

Iphondondo lase Freystata lalifudula libonwa njenge baskithi yesonka yeli lo Mzantsi Afrika, kodwa kulemihla alisavelisi ngqolowa kuba amafa...more

Ungaqala nini Ukuvuna Ingqolowa

Ingqolowa kufuneka ivunwe kwange xesha ukuze ingaphasalaki, ingadubuli phambi kokuvunwa, nokuthintela ukonakaliswa zintaka, kodwa ke ulinde ...more