iCradle of Humankind

©David Fleminger
Ukuba awukaze uyityelele iCradle of Humankind World Heritage Site ngaphambili, le dawo izakuchulumancisa. Le ndawo ikufuphi Krugersdorp/Mogale. Esi siza siqhayisa ngembali efikelela kwizigidi zeminyaka ubudala kunye neefosili / amathambo akudala dala afumaneka apha abubungqina boku.
Imiqolomba edumileyo kwihlabathi lonke ka Philip Tobias eyi Sterkfontein Caves ibambisene ne Visitor Interpretation Centre at Maropeng (ewongwe ngembasa). Eli gama lale senta lelolwimi lweSetswana nelithetha ‘ukubuyela kwindawo yethu esaqala kuyo. Yomibini le mibutho isebenzisana ukwenza ibeyimpumelelo ekuvuleni ikroba eliya kwihlabathi elaliphilwa ngabo babefike phambi kwethu.
Iqela lezinye izinto ezinomtsalane ziyafumaka kule ngingqi ye ‘The Cradle’. Xa sele unike iimbeko zakho ku Nkskz. Ples kunye no ‘Little Foot’ - intloko ze Australopithecus enezigidi ezi
2.1-million year ubudala kunye namathambo anezigidi ezi 3 ubudala- Ungacela imephu uhambe uye konyuka intaba, ukhwele ibhayisekile okanye I quad uhambe uye kubuka lendawo kangangoko ufuna.

Translated by Zizipho Silwana

Ukumila Komhlaba The Cradle of Humankind

Ubuninzi bamatye akummandla wase Cradle of Humankind aluhlobo lwe Dolomitic bedrock, neyadaleka emazantsi amanzi adikidiki olwandle olwalugq...more

Ukuqala kwe Miqolomba Yase Sterkfontein

Ngaphambi kokuba yaziwe lihlabathi liphela njenge Palaeontological, Imiqolomba yase Sterkfontein yayigqumekile kungekho bani waziyo ngayo. Y...more

Ukubumbeka kwe Miqolomba eCradle of Humankind

Ummandla wonke we Cradle of Humankind ugcwele ziintanda, kwaye ezi ntanda zizo ezabangela ukubumbeka kwemiqolomba ephantsi komhlaba njengoku...more

Ukubuka iSterkfontein

Utyelelelo lwase miqolombeni ye Sterkfontein luyeyona nto ihamba phambili kwaye kufuneke lwenziwe nangubani na oya kule ndawo. Luhambo olu l...more

Imbali nge Ndalo yeCradle of Humankind

Ngaphandle kweminyaka eli 100 yophando lwenzululwazi kunye namagumbi okugcina agcwele ziifosili/amathambo akudala dala, base baninzi abantu ...more

Abantu beMiqolomba Yase Sterkfontein

Ngoko mnombo, elona qela lidala labantu ehlabathini luhlanga lwabaThwa okanye lwama San. Olu hlanga lwaluhlala kwiindawo ezininzi zaMazantsi...more

Umntwana Wase Taung – Abantu Bokuqala

Ifosili yokuqala eyafumanekayo yomntu eAfrika yachazw ngu Professor Raymond Dart, ngomnyaka ka 1924. Lo ka Dart waye ngummi welizwe lase Aus...more

Iimfazwe Ezijikeleze iSterkfontein

Kwiminyaka yoo 1820 kwilizwe loMzantsi Afrika, inkosi yamaZulu enamandla, uShaka, wanyukela esihlalweni sobukhosi ngakunxweme lwase mpuma lo...more

iUNESCO kunye ne The Cradle of Humankind

i-The Cradle of Humankind (okanye iCOH, njengoko ndiqhele ukuyibiza) yaqala ukwaziswa ku luhlu lwe World Heritage List njengesiza esinenkcub...more